eBook: Inkqubo Yokumamela Nokusebenzisa Ulwimi Level 1

R114,29

Author: Liesel van Niekerk

ISBN: 978-0-63921-040-7

Injongo zalenqubo kunceda abazali baphuhlise iizakhona zabantwana ekumameleni nokuthetha ulwimi wasekhaya kunye namanye amalwimi labo. Isakhiwo salenqubo silandela iimibuzo eyenzelwe ukuphuhlisa ezizakhono zilandelayo kwithuba level ezingamashumi amathathu anesibini:
a) Izakhono zokuzamela (ukukhumbula izandi okanye isiqu sentetho .ezilandelelayo,  ukwahlula izandi okanye interior, ukudibanisa izandi nokuphonononga izandi okanye interior ngokufana).

b)  Ulwimi.

c)  Izakhono sokwenza izivakalisi nokulungisa igrama

d) Ukwazi amagama nokuwasebenzisa umzekelo ukwahlula kwezinto ngokwendidi zazo.

e) Ukufunda udibanisa incoko nokuqhelisa ulungisa ingxaki zolwimini nokwazi ubeka iicinga zakhe.

Le nqubo ivavanyiwe kwaye ineziphumo ezintle kwaye ayizibekeli phezulu.  Umzali  uyanyanzeleka acithe ixesha elingangemizuzu elishumi kusuku ngalunye xa edlalisa abantwana bakhe asebenzise imidlalo efundisa ukumamela nokuthetha. Le nqubo iyakwakhiwe ukwenza ubudlelwana kumzali nomntwana.  Ifundisa umntwana UKUMAMELA, UKUCINGA KUNYE NOKWENZA lo nto iye yenze umntwana abenolwazi lokuqaphela iziqu zamagama olwimi xa kuthethwa.
Inqubo ukumamela neyolwimi lwasekhaya lokuqala lunemiba elandelayo umzekelo:
  • Umxholo
  • Iimpahla
  • Indlu
  • Iintshayelelo yokuhlula izinto ngokwendidi zani umzekelo ukutya, iizilwanyana, impahla yasendlini, iinqwelp, iimisebenzi.

This title is available as an eBook and in print format.

Please note that this is an electronic book (eBook) and not a printed book. To use an you need a device like a tablet, smartphone or a computer.

Because our content cannot be returned once downloaded, no refunds or exchanges are possible.

If you would prefer a hardcopy book, please change your selection.

All your favourite Future Managers ebooks in a gorgeous new app.

Download it now on all app stores!

Report an error